Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KAPETROS I 3:12

KAPETROS I 3:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba amehlo eNkosi aphezu kwamalungisa, Neendlebe zayo zisingisele esikhungweni sawo; Ke ubuso beNkosi buphezu kwabenza okubi. (INdum. 34:12-16)

Yabelana
Funda KAPETROS I 3

KAPETROS I 3:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kaloku iNkosi iyawajonga amalungisa, iyiphulaphule imithandazo yawo. Kodwa iyabafulathela abenzi bobubi.”

Yabelana
Funda KAPETROS I 3

KAPETROS I 3:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba amehlo eNkosi aphezu kwamalungisa, neendlebe zayo zisingisele esikhungweni sawo; ke ubuso beNkosi buphezu kwabenza okubi.

Yabelana
Funda KAPETROS I 3

KAPETROS I 3:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kuba amehlo KAYEHOVA epezu kwabalungisayo, nendlebe zake zibekelwa ukukunga kwabo: kodwa ubuso BUKAYEHOVA bungakubo abakwenzayo okukohlakeleyo.

Yabelana
Funda KAPETROS I 3

KAPETROS I 3:12

KAPETROS I 3:12 XHO75KAPETROS I 3:12 XHO75KAPETROS I 3:12 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo