KAPETROS I 2:2
KAPETROS I 2:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
njengentsana ezisand’ ukuzalwa, nqwenelani ubisi olungagxengelwayo lwaselizwini, ukuze nikule ngalo
Yabelana
Funda KAPETROS I 2KAPETROS I 2:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
walangazeleleni, ngokweentsana ezisandula ukuzalwa, amasi angawelizwi, angenankohliso, ukuze nikhule ngawo
Yabelana
Funda KAPETROS I 2KAPETROS I 2:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Njengamakholwa aseziintsana langazelelani ubisi olungangxengwanga: ndixela ilizwi likaThixo eliya kunikhulisa nide nisindiswe.
Yabelana
Funda KAPETROS I 2