KAPETROS I 2:10
KAPETROS I 2:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
enanifudula ningebantu, ke ngoku ningabantu bakaThixo; enaningenzelwanga nceba, ke ngoku nenzelwe inceba.
Yabelana
Funda KAPETROS I 2KAPETROS I 2:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoku nilusapho lukaThixo, nangona nanikade ningelulo; benikade nikude nenceba yakhe, kodwa ngoku niyifumene.
Yabelana
Funda KAPETROS I 2