Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KAPETROS I 2:1

KAPETROS I 2:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngoko, nílulahlile nje lonke ulunya, nayo yonke inkohliso, nokuhanahanisa, nomona, nako konke ukuthetha okubi

Yabelana
Funda KAPETROS I 2

KAPETROS I 2:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoko ke yahlukanani nazo zonke ezi zinto: uchuku, inkohliso, ukuzenzisa, nomona, nako konke ukuphixanisa!

Yabelana
Funda KAPETROS I 2

KAPETROS I 2:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kungoko ndithi, nibulahle ke bonke ububi, nalo lonke ulunya, nokuhanahanisa, nomona, nazo zonke izinyeliso

Yabelana
Funda KAPETROS I 2

KAPETROS I 2:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngako ke senibeka nxamnye nje lwonke ulunya, nayo yonke inkohliso, nobuhanahaniso, nomona, nako konke ukuhleba

Yabelana
Funda KAPETROS I 2
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo