Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KAPETROS I 1:24-25

KAPETROS I 1:24-25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngenxa enokuba Yonke inyama injengengca, Nabo bonke ubuqaqawuli bomntu bunjengentyantyambo yengca. Ingca iyoma, ivuthuluke nentyantyambo yayo; Ke lona ilizwi leNkosi lihleli ngonaphakade. (UIsaya 40:68)

Yabelana
Funda KAPETROS I 1

KAPETROS I 1:24-25 IBHAYIBHILE (XHO96)

Zitsho neziBhalo ukuthi: “Umntu unjengengca, nodumo lwakhe lunjengentyatyambo yengca. Iyabuna ingca, ivuthuluke intyatyambo, kodwa lona ilizwi leNkosi lihlala lihleli.”

Yabelana
Funda KAPETROS I 1

KAPETROS I 1:24-25 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba Yonke inyama injengengca, Nabo bonke ubuqaqawuli bomntu bunjengentyantyambo yengca. Ingca iyoma, ivuthuluke nentyantyambo yayo; Ke lona ilizwi leNkosi lihleli ngonaphakade. Elo ke leli lizwi lashunyayelwayo kuni ngeendaba ezilungileyo.

Yabelana
Funda KAPETROS I 1

KAPETROS I 1:24-25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba uluntu lwonke lunjengenca, nabo bonke ubungcwalisa bomntu bunjengembali yenca: yona inca iyabuna, nembali yayo iyavutuluka; kodwa ilizwi LENKOSI lihlala lihleli kude kube ngunapakade. Lilo eli ke ilizwi elishunyayelweyo ngevangeli kuni.

Yabelana
Funda KAPETROS I 1

KAPETROS I 1:24-25

KAPETROS I 1:24-25 XHO75KAPETROS I 1:24-25 XHO75KAPETROS I 1:24-25 XHO75KAPETROS I 1:24-25 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo