Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

OOKUMKANI I 4:34

OOKUMKANI I 4:34 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Baye bevela ezintlangeni zonke, besiza kuva ubulumko bukaSolomon bevela kookumkani bonke bomhlaba, ababebuvile ubulumko bakhe.

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 4

OOKUMKANI I 4:34 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ewe, kuSolomon kwakusiza abantu beentlanga zonke, bethunyelwa zizikumkani zehlabathi liphela, ukuze baziphulaphulele ubulumko bakhe obabungundaba-mlonyeni.

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 4

OOKUMKANI I 4:34 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Babephuma kuzo zonke iintlanga besiza kuva ubulumko bukaSolomon, kubo bonke ookumkani bomhlaba ababephulaphule ubulumko bakhe.

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 4

OOKUMKANI I 4:34 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwaza kwavela kubo bonke abantu ukuva ubulumko buka‐Solomone, kubo bonke okumkani bomhlaba, ababevile ngobulumko bake.

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 4
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo