Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

OOKUMKANI I 3:9

OOKUMKANI I 3:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Mnike umkhonzi wakho intliziyo evayo, yokubalawula abantu bakho, ahlule phakathi kokulungileyo nokungendawo; ngokuba ngubani na onako ukubalawula abantu bakho aba bangaka?

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3

OOKUMKANI I 3:9 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoko ke mna sicaka sakho ndiphe intliziyo enobulumko, ukuze ndikwazi ukubalawula abantu bakho, ndiwazi umahluko phakathi kokulungileyo nokubi. Kaloku akakho umntu onganako ukuyilawula le ndimbane yaba bantu bakho.”

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3

OOKUMKANI I 3:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Mnike umkhonzi wakho intliziyo evayo, yokubalawula abantu bakho, ahlule phakathi kokulungileyo nokubi; ngokuba ngubani na ongalugwebayo olu hlanga lwakho lukhulu?

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3

OOKUMKANI I 3:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngako sinike isicaka sako intliziyo eqondayo, ukuba ndigwebe abantu bako, ukuba ndiqiqe pakati kwokulungileyo nokukohlakeleyo; ngokuba engubanina ongagwebayo aba abantu bako bakulu?

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo