OOKUMKANI I 19:8 - Compare All Versions
OOKUMKANI I 19:8 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavuka ke, wadla wasela, wahamba ngamandla oku kudla iimini ezimashumi mané nobusuku obumashumi mané, wada wafika entabeni kaThixo eHorebhe.
Yabelana
OOKUMKANI I 19 XHO75OOKUMKANI I 19:8 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wavuka ke, watya wasela. Oko kutya ke kwamomeleza, waza wathatha uhambo lweentsuku ezimashumi mane nobusuku bazo, wada waya kufika eHorebhe, intaba kaThixo.
Yabelana
OOKUMKANI I 19 XHO96OOKUMKANI I 19:8 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wavuka, wadla wasela nokusela, wahamba ngamandla okokutya, imini zamashumi mane nobusuku bamashumi mane, ukuya entabeni KATIXO, e‐Horebe.
Yabelana
OOKUMKANI I 19 XHO1902AOOKUMKANI I 19:8 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wavuka, wadla, wasela, waza ngamandla oko kudla wahamba iimini ezingamashumi amane nobusuku obungamashumi amane ukuya kutsho eHorebhe, intaba yoThixo oyinyaniso.
Yabelana
OOKUMKANI I 19 CXB24