OOKUMKANI I 19:7 - Compare All Versions

OOKUMKANI I 19:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Sabuya isithunywa sikaYehova okwesibini, samshukumisa, sathi, Vuka udle, ngokuba uhambo lukhulu kuwe.

OOKUMKANI I 19:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Siphinde sabuya isithunywa sikaNdikhoyo, samshukumisa sathi: “Vuka utye, kuba lude uhambo lwakho.”

OOKUMKANI I 19:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Yabuya ke ingelosi KAYEHOVA ngokwesibini, yampata, yati: Vuka, utye; ngokuba ihambo inkulu kuwe.

OOKUMKANI I 19:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Sabuya isithunywa sikaYehova okwesibini, samchukumisa, sathi, Vuka, udle; kuba uhambo lukhulu kakhulu kuwe.