OOKUMKANI I 18:46 - Compare All Versions
OOKUMKANI I 18:46 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Safika ke isandla sikaYehova kuEliya; wazibhinqisa, wagidima phambi koAhabhi, kwada kwaba sekungeneni eYizereli.
Yabelana
OOKUMKANI I 18 XHO75OOKUMKANI I 18:46 XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEliya ke wafikelwa ngamandla kaNdikhoyo, waza wazibhinqa ngebhanti izambatho zakhe, wabaleka wamshiya uAhabhi ukuya kufika eYizereli.
Yabelana
OOKUMKANI I 18 XHO96OOKUMKANI I 18:46 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saye isandla SIKAYEHOVA sibe sipezu kwo‐Elija, owabinqa isinqe sake, wabaleka pambi kwo‐Ahabi, kwada kwangenwa e‐Yezerele.
Yabelana
OOKUMKANI I 18 XHO1902AOOKUMKANI I 18:46 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Sabakho ke isandla sikaYehova kuEliya; wabhinqa esinqeni sakhe waza wabaleka phambi kuka-Ahabhi de waya kufika kumnyango waseYizereli.
Yabelana
OOKUMKANI I 18 CXB24