OOKUMKANI I 18:44 - Compare All Versions
OOKUMKANI I 18:44 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ke ngesesixhenxe, yathi, Ndibona ilifana elingangesandla somntu, liphuma elwandle. Wathi, Nyuka uye uthi kuAhabhi, Bopha, uhle, ingakuvingceli imvula.
Yabelana
OOKUMKANI I 18 XHO75OOKUMKANI I 18:44 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngesihlandlo sesixhenxe ihlakani lakhe elo labuya lisithi: “Nalo ilifu elingangesandla somntu, lisithi thu elwandle.” UEliya wathi kulo: “Yiya kuxelela uAhabhi, uthi kuye: ‘Bopha inqwelo yakho ugoduke, hleze uvalelwe yimvula.’ ”
Yabelana
OOKUMKANI I 18 XHO96OOKUMKANI I 18:44 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wathi ngomhla wesixhenxe, Nanko, kuphuma intaka elwandle, engathi sisandla somntu; Wathi, Nyuka, uthi kuAhabhi, Lungisa inqwelo yakho, uhle, hleze imvula ingakuyeki.
Yabelana
OOKUMKANI I 18 CXB24OOKUMKANI I 18:44 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ngelesixe̔nxe ixesha, sati: Nali ilifu elincinane, njengesandla somntu, liti tyi elwandle. Wayesiti: Nyuka, uti ku‐Ahabi: Bopa, uhle ke, ukuba imvula ingakutinti.
Yabelana
OOKUMKANI I 18 XHO1902A