OOKUMKANI I 18:41 - Compare All Versions
OOKUMKANI I 18:41 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uEliya kuAhabhi, Nyuka uye kudla, usele; ngokuba kuvakala ulwandile lwemvula enkulu.
Yabelana
OOKUMKANI I 18 XHO75OOKUMKANI I 18:41 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke uEliya wathi kuAhabhi: “Hamba, uye kutya usele, kuba kuvakala ukundila kwemvula enkulu.”
Yabelana
OOKUMKANI I 18 XHO96OOKUMKANI I 18:41 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Elija ku‐Ahabi: Nyuka, yidla usele nokusela; ngokuba kuko isandi sengxokolo yemvula.
Yabelana
OOKUMKANI I 18 XHO1902AOOKUMKANI I 18:41 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wathi uEliya kuAhabhi, Vuka, udle, usele; ngokuba kuvakala isandi semvula enkulu.
Yabelana
OOKUMKANI I 18 CXB24