OOKUMKANI I 18:38 - Compare All Versions

OOKUMKANI I 18:38 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Wawa ke umlilo kaYehova, walidla idini elinyukayo, kwaneenkuni, kwanamatye, kwanomhlaba; namanzi abe esemseleni wawakhotha.

OOKUMKANI I 18:38 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ke kaloku wehla umlilo, uvela kuNdikhoyo, waza walitshisa idini elo, kunye neenkuni, amatye, nomhlaba, wada walenca naloo manzi ayesemseleni.

OOKUMKANI I 18:38 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Wandul’ ukuwa umlilo KAYEHOVA, wadla idini lokutshiswa, nenkuni, namatye, notuli; namanzi abesemseleni wawakotulula.

OOKUMKANI I 18:38 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Wehla ke umlilo kaYehova, walidla idini elinyukayo, kwaneenkuni, kwanamatye, kwanothuli, wawakhotha namanzi emhadini.