OOKUMKANI I 17:7 - Compare All Versions
OOKUMKANI I 17:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthe, kwakuhamba ixesha, watsha umlanjana, ngokuba bekungabangakho mvula ezweni.
Yabelana
OOKUMKANI I 17 XHO75OOKUMKANI I 17:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuthe ke ngokuhamba kwexesha yatsha loo ntlanjana, kuba kwakungekho mvula kwelo lizwe.
Yabelana
OOKUMKANI I 17 XHO96OOKUMKANI I 17:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ekupeleni kwemihla etile, umlanjana watsha, ngokuba bekungabangako imvula elizweni.
Yabelana
OOKUMKANI I 17 XHO1902AOOKUMKANI I 17:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ekuhambeni kwexesha umlambo oqukuqelayo woma, ngenxa yokuba kwakungekho mvula elizweni.
Yabelana
OOKUMKANI I 17 CXB24