OOKUMKANI I 17:6 - Compare All Versions
OOKUMKANI I 17:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amahlungulu amzisela isonka nenyama kusasa, isonka nenyama ngokuhlwa, wasela emlanjaneni apho.
Yabelana
OOKUMKANI I 17 XHO75OOKUMKANI I 17:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke amahlungulu amphathela isonka nenyama kusasa, aza amzisela isonka nenyama emalanga, esela kuloo ntlambo.
Yabelana
OOKUMKANI I 17 XHO96OOKUMKANI I 17:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza onomyai bazisa kuye isonka nenyama ngokusa, nesonka nenyama ngokuhlwa; wasela ke kumlanjana.
Yabelana
OOKUMKANI I 17 XHO1902AOOKUMKANI I 17:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Amagwababa amzisela isonka nenyama kusasa, isonka nenyama ngokuhlwa; wawusela umlambo.
Yabelana
OOKUMKANI I 17 CXB24