OOKUMKANI I 17:5 - Compare All Versions

OOKUMKANI I 17:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Wahamba ke wenza ngokwelizwi likaYehova, waya wahlala emlanjaneni oyiKeriti, okhangelene neYordan.

OOKUMKANI I 17:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ngoko ke uEliya wenza ngokwelizwi likaNdikhoyo. Wahamba waya kuloo ntlambo yaseKeriti kwimpuma yeJordan, wahlala khona apho.

OOKUMKANI I 17:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Wandula wemka, wenza ngelizwi LIKAYEHOVA: ngokuba wemka waya wahlala ngasemlanjaneni we‐Kerite, opambi kwayo i‐Yoredane.

OOKUMKANI I 17:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Wahamba ke wenza ngokwelizwi likaYehova, ngokuba waya wahlala emfuleni womlanjana oyiKereti, ngaseYordan.