OOKUMKANI I 17:24 - Compare All Versions
OOKUMKANI I 17:24 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi loo mfazi kuEliya, Kaloku ke ndiyazi ukuba ungumfo wakwaThixo wena, nelizwi likaYehova elisemlonyeni wakho liyinyaniso.
Yabelana
OOKUMKANI I 17 XHO75OOKUMKANI I 17:24 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo mhlolokazi ke wathi apho kuEliya: “Ngenene ngoku ndiyaqonda ukuba wena ungumfo wakwaThixo, yaye ke nelizwi olithethayo lelikaNdikhoyo, liyinyaniso.”
Yabelana
OOKUMKANI I 17 XHO96OOKUMKANI I 17:24 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti umfazi ku‐Elija: Kaloku ke ndiyazi ukuba uyindoda KATIXO wena, nokuba ilizwi LIKAYEHOVA emlonyeni wako liyinyaniso.
Yabelana
OOKUMKANI I 17 XHO1902AOOKUMKANI I 17:24 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wathi loo mfazi kuEliya, Kaloku ke ndiyazi ukuba uyindoda yakwaThixo wena, nelizwi likaYehova elisemlonyeni wakho liyinyaniso.
Yabelana
OOKUMKANI I 17 CXB24