OOKUMKANI I 17:22 - Compare All Versions

OOKUMKANI I 17:22 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Waliva uYehova ilizwi likaEliya; wabuyela phakathi kwakhe umphefumlo waloo mntwana, waphila.

OOKUMKANI I 17:22 XHO96 (IBHAYIBHILE)

UNdikhoyo waliva ilizwi likaEliya, waza ke wabubuyisela kwakuloo mntwana ubomi bakhe, waphila.

OOKUMKANI I 17:22 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Waye UYEHOVA epulapula ilizwi lika‐Elija: waza umpefumlo womntwana wabuya wangena kuye, wapila ke.

OOKUMKANI I 17:22 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Waliva uYehova ilizwi likaEliya; wabuyela kuye umoya wenkwenkwe, waphila.