KAYOHANE I 5:3-4
KAYOHANE I 5:3-4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba ukumthanda uThixo kuko ukuthi, siyigcine imithetho yakhe; ayinzima ke imithetho yakhe. Ngokuba konke okuzelweyo nguThixo kuyaleyisa ihlabathi; lulo ke olu uloyiso oluleyisayo ihlabathi, ukholo lwethu.

KAYOHANE I 5:3-4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku ukumthanda uThixo kuhambisana nokuthobela imiyalelo yakhe. Ke yona imiyalelo kaThixo ayinzima kuthi. Kaloku wonke umntwana kaThixo uyaloyisa eli hlabathi. Ke kaloku ihlabathi siloyisa ngokukholosa ngoThixo.
KAYOHANE I 5:3-4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba ukumthanda uThixo kuko ukuthi, siyigcine imithetho yakhe; ayinzima ke imithetho yakhe. Ngokuba yonke into ezelwe nguThixo iyaleyisa ihlabathi; lulo ke olu uloyiso oluleyisayo ihlabathi, ukholo lwethu.
KAYOHANE I 5:3-4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba lulo olu utando LUKATIXO, ukuba siyigcine imiyalelo yake: imiyalelo yake ayinzima ke. Ngokuba konke okuzelweyo NGUTIXO kuloyisa ilizwe: lulo olu ke ulwoyiso oluloyisayo ilizwe, ukolo lwetu.