Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KAYOHANE I 5:18

KAYOHANE I 5:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Siyazi ukuba bonke abazelwe nguThixo àboni; usuke athi lowo wazalwayo nguThixo azigcine, aze ongendawo angamchukumisi.

Yabelana
Funda KAYOHANE I 5

KAYOHANE I 5:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Siyazi ukuba lowo usukuba ezelwe NGUTIXO akoni: uti owazalwayo NGUTIXO azigcine, ati okohlakeleyo angampati.

KAYOHANE I 5:18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Siyazi ukuba umntwana kaThixo akoni rhoqo. Kaloku uNyana kaThixo uyamgcina, ukuze umtyholi angamchukumisi.

Yabelana
Funda KAYOHANE I 5

KAYOHANE I 5:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Siyazi ukuba bonke abazelwe nguThixo aboni; kodwa lowo uzelweyo nguThixo uyazigcina, aze ongendawo angamchukumisi.

Yabelana
Funda KAYOHANE I 5

KAYOHANE I 5:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Siyazi ukuba lowo usukuba ezelwe NGUTIXO akoni: uti owazalwayo NGUTIXO azigcine, ati okohlakeleyo angampati.

Yabelana
Funda KAYOHANE I 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku

Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo