KAYOHANE I 4:9
KAYOHANE I 4:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kwabonakaliswa ngale nto ukusithanda kukaThixo, ngokuthi uThixo amthume ehlabathini uNyana wakhe, ekuphela kwamzeleyo, ukuze sidle ubomi naye.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4KAYOHANE I 4:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nantsi indlela asibonise ukusithanda kwakhe ngayo uThixo: Wathumela uNyana okuphela kwakhe emhlabeni, ukuze thina sidle ubomi ngaye.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4KAYOHANE I 4:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kwabonakaliswa ngale nto ukusithanda kukaThixo, ngokuthi uThixo amthume ehlabathini uNyana wakhe, ekuphela kwamzeleyo, ukuze sidle ubomi naye.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4