KAYOHANE I 4:7
KAYOHANE I 4:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Zintanda, masithandane; ngokuba uthando lwaphuma kuThixo. Bonke abanothando bazelwe nguThixo, bayamazi uThixo.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4KAYOHANE I 4:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Zihlobo zam ezithandekayo, masithandane; kuba kaloku uthando luvela kuThixo. Nawuphi na umntu onalo uthando uzelwe nguThixo, futhi uyamazi uThixo.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4KAYOHANE I 4:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Zintanda, masithandane; ngokuba uthando lwaphuma kuThixo; Bonke abanothando bazelwe nguThixo, bayamazi uThixo.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4