Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEKORINTE I 6:12

KWABASEKORINTE I 6:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Zonke izinto zivumelekile kum, noko azindilungele zonke. Zonke izinto zivumelekile kum, noko asindim oya kubekwa phantsi kwagunya lelayiphi

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 6

KWABASEKORINTE I 6:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ubani unokuthi: “Zonke izinto zivumelekile kum.” Ewe, kunjalo, kodwa azikulungelanga zonke. Nam bendinokuthi: “Zonke izinto zivumelekile kum;” kodwa ngekhe ndinikezele ukuze ndilawulwe nayiyiphi na into.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 6

KWABASEKORINTE I 6:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Zonke izinto zivumelekile kum, noko azindilungele zonke. Zonke izinto zivumelekile kum, noko asindim oya kubekwa phantsi kwagunya lelayiphi

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 6

KWABASEKORINTE I 6:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Zonke izinto ndizivunyelwe, koko zingezizo zonke izinto ezindilungeleyo; zonke izinto ndizivunyelwe, koko ndingayi kubanjwa ngapantsi kwamandla ento nanye.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 6
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo