Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEKORINTE I 5:12-13

KWABASEKORINTE I 5:12-13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ndinamsebenzi mni na ukuba ndigwebe nabangaphandle? Anigwebi abangaphakathi bodwa, yini na, nina? Ke abangaphandle bagwetywa nguThixo. Ize nimnyothule kuni nina lowo ungendawo.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 5

KWABASEKORINTE I 5:12-13 IBHAYIBHILE (XHO96)

Asingomsebenzi wam ukubagweba abangengabo abebandla. Bagwetywa nguThixo bona. Kodwa ngumsebenzi wenu ukubagweba abebandla lenu, njengoko *iziBhalo zitshoyo ukuthi: “Ze nimsuse phakathi kwenu lowo ukhohlakeleyo.”

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 5

KWABASEKORINTE I 5:12-13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ndinamsebenzi mni na ukuba ndigwebe nabangaphandle? Anigwebi abangaphakathi na? Ke abangaphandle bagwetywa nguThixo. Ize nimnyothule kuni nina lowo ungendawo.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 5

KWABASEKORINTE I 5:12-13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba kuyinto nina kum ukuba nabapandle ndibagwebe? Abapakati anibagwebi na nina? Kodwa abapandle UTIXO uyabagweba. Ize nikwelelise lomntu okohlakeleyo kwa kuni nina.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo