Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEKORINTE I 3:15

KWABASEKORINTE I 3:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ukuba umsebenzi womntu uthe watshiswa, wolahlekelwa ngumvuzo wakhe; ke yena okwakhe wosindiswa, kodwa ke ange ucande emlilweni.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 3

KWABASEKORINTE I 3:15 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ke ukuba ithe yatsha, umntu lowo wolahlekelwa ngumvuzo; ke yena ngokwakhe wosindiswa, kodwa ke ange ucande emlilweni.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 3

KWABASEKORINTE I 3:15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ukuba umsebenzi womntu uthe watshiswa, wolahlekelwa ngumvuzo wakhe; ke yena okwakhe wosindiswa; kanti kungomlilo.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 3

KWABASEKORINTE I 3:15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ukuba umsebenzi womntu uya kutshiswa, uya kulahlekelwa ngumvuzo: kanti yena ngokwake uya kusindiswa; ngokunjalo kodwa njengasekucandeni umlilo.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 3
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo