Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEKORINTE I 2:14

KWABASEKORINTE I 2:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa umntu wokuvela akazamkeli izinto ZOMOYA KATIXO; ngokuba zibubudenge kuye; kanjako akangezazi, kuba ziqiqwa ngo KWOMOYA.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 2

KWABASEKORINTE I 2:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Owemvelo ke umntu akazamkeli izinto zoMoya kaThixo; kuba zibubudenge kuye; kanjalo akanakuzazi, ngokuba ziphicothwa ngokoMoya.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 2

KWABASEKORINTE I 2:14 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ke umntu ongenaye uMoya akazamkeli izinto zoMoya kaThixo, kuba zibubudenge kuye. Kaloku akanakuziqonda, kuba ukuxabiseka kwazo kuqondwa kuphela ngulowo ukhokelwa nguMoya.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 2

KWABASEKORINTE I 2:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Owemvelo ke umntu akazamkeli izinto zoMoya kaThixo; kuba zibubudenge kuye; kanjalo akanakuzazi, ngokuba ziphicothwa ngokoMoya.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 2

KWABASEKORINTE I 2:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa umntu wokuvela akazamkeli izinto ZOMOYA KATIXO; ngokuba zibubudenge kuye; kanjako akangezazi, kuba ziqiqwa ngo KWOMOYA.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 2
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo