KWABASEKORINTE I 13:8
KWABASEKORINTE I 13:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uthando aluze lutshitshe; nokuba ke ziziprofeto, ziya kubhangiswa; nokuba ziilwimi, ziya kupheza; nokuba kukwazi, kuya kuphuthiswa.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 13KWABASEKORINTE I 13:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthando alupheli. Zikho zona iintshumayelo ezinefuthe, kodwa ziyatshitsha. Zikho neziphiwo zokuthetha iilwimi, kodwa nazo ziyabhanga. Kukwakho nokwazi, kodwa kuyadlula nako.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 13