Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEKORINTE I 12:11

KWABASEKORINTE I 12:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Zonke ke ezo zinto zisetyenzwa kwangaloo Moya mnye; umabela elowo ngokwakhe njengoko athandayo.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 12

KWABASEKORINTE I 12:11 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kodwa ngulo Moya mnye owenza yonke le nto; umntu ngamnye umnika isipho esahlukileyo ngokubona kwakhe.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 12

KWABASEKORINTE I 12:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Zonke ke ezi zinto zisetyenzwa kwangaloo Moya mnye; umabela elowo ngokwakhe njengoko athandayo.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 12

KWABASEKORINTE I 12:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

kodwa zonke ezi uyazenza oyena mnye UMOYA okwa nguye lowo, ebabela bonke abanye ngabanye njangokuba evuma.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 12
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo