IZIKRONIKE I 12:32 - Compare All Versions
IZIKRONIKE I 12:32 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Koonyana bakaIsakare, abawaziyo abawaqondayo amaxesha, ukwazela ange ekwenza amaSirayeli, babengamakhulu amabini, iintloko zabo. Bonke abazalwana babo benza ngokomlomo wabo.
Yabelana
IZIKRONIKE I 12 XHO75IZIKRONIKE I 12:32 XHO96 (IBHAYIBHILE)
awakwaIsakare, izinto ezaziwaqonda amaxesha, ziyazi into afanele ukuyenza uSirayeli, yayiziinkokheli ezimakhulu mabini, zikunye nezizalwana zazo ezaziphantsi kolawulo lwazo
Yabelana
IZIKRONIKE I 12 XHO96IZIKRONIKE I 12:32 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo onyana baka‐Yisakare, abo bakwaziyo ukuqiqa amaxesha, ukuba bayiqonde into bange beyenza o‐Sirayeli, abazintloko zabo bebengamakulu mabini; bati bonke abazalwana babo benza ngelizwi labo.
Yabelana
IZIKRONIKE I 12 XHO1902AIZIKRONIKE I 12:32 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Koonyana bakaIsakare, abawaziyo abawaqondayo amaxesha, ukuba bayakwazi abaya kukwenza oonyana bakaSirayeli; iintloko zabo ibingamakhulu amabini; yaye bonke abazalwana babo babelawulwa ngabo.
Yabelana
IZIKRONIKE I 12 CXB24