Ter ruarir kɨ ian tuebagh arɨzim, ia a gumuam, ezɨ bizir kɨ aterim an osemezir puvatɨ.”
Funda Matyu 11
Phulaphula i Matyu 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Matyu 11:30
5 Iintsuku
Sibizelwe ukukhokela njengoko wayesenza uYesu. Ubunkokeli buqala ngomntu, kungekhona isikhundla, yaye injongo yobunkokeli kukushukumisela abantu bakaThixo kwiinjongo Zakhe. Ufundo ngalunye lwemihla ngemihla luya kukunceda ubeke iziseko eziluqilima kwimeko yobunkokeli bakho, ikukhumbuze ukuba ngaphambi kokuba ube yinkokeli ungumkhonzi, kwaye ngaphambi kokuba ube ngumkhonzi ungumntwana oyintanda kaThixo.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!