Akazange athandabuze idinga likaThixo ngokungakholwa; womelela elukholweni, ezukisa uThixo; Eqinisekile ukuba oko akuthembisileyo, unako nokukwenza.
Funda KwabaseRoma 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseRoma 4:20-21
5 iintsuku
Ubudoda buqulathe lukhulu ngaphezu koko ihlabathi lifuna sikwazi. Kulomngeni wokukhula sizakukhangela ubomi bamagorha amathandathu aseBhayibhileni kunye nobom balowo ungelogorha. Lamadoda ayejongene nemingeni efanyo nale sijongene nayo namhlanje. Impumelelo yabo (okanye ukungaphumeleli kwabo) kunxulumene nqo nobudlelwane babo noThix.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo