Iindumiso 55:16-17

Iindumiso 55:16-17 CXB24

Mna ke, ndiya kubhenela kuThixo; yaye uYehova uya kundihlangula. Ndiya kuthandaza ngokuvakalayo ebusuku nakusasa nasemini enkulu, yaye uya kuliva ilizwi lam.