Ilizwi likaYehova elafikayo kuYeremiya umprofeti, kumaFilisti, engekayixabeli uFaro iGasa. Wathi uYehova; Yabona, amanzi aya kunyuka ephuma entla, abe ngumkhukula okhukulayo, awugubungela umhlaba nenzaliseko yawo; umzi nabemi bawo baya kumemelela khona amadoda, balile bonke abemi belizwe.
Funda uYeremiya 47
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYeremiya 47:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo