Wathi uThixo, Makubekho izikhanyiso esibhakabhakeni, ukuba zahlule imini kubusuku; kwaye makubekho imiqondiso namaxesha nemihla neminyaka.
Funda iGenesis 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 1:14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo