Lala ngecala lakho lasekhohlo, ububeke ubugwenxa bendlu kaSirayeli phezu kwalo; ngokuba inani leentsuku enilala ngalo, niya kubuthwala ububi babo. Kuba iminyaka yobubi babo ndiyenza ukuba ibe ngangenani leentsuku, iintsuku ezimakhulu mathathu anamanci asithoba; ngaloo ndlela uya kubuthwala ubugwenxa bendlu kaSirayeli.
Funda uHezekile 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uHezekile 4:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo