Wowathetha kubo amazwi am, kungakhathaliseki ukuba bathe baweva, nokuba bathe bayama, ngokuba beyienkani ezinkulu. Wena ke, nyana womntu, yiva endikuthethayo kuwe; musa ukuba nekratshi, njengaloo ndlu ineenkani; vula umlomo wakho, utye endikunika kona.
Funda uHezekile 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uHezekile 2:7-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo