iEksodus 2:11-12
iEksodus 2:11-12 CXB24
Ke kaloku, akukhula uMoses, waphuma waya kunyamekela abazalwana bakhe nemithwalo yabo; wabulala umYiputa, owabulala umzalwana wakhe ongumHebhere. Wabhekabheka, wabona ukuba akukho mntu, wambulala umYiputa lowo, wamngcwabela entlabathini.

