Ngenxa yokuba uMordekayi umYuda wayengene ezihlangwini zokumkani uAsuwerosi, wayengoyena mkhulu phakathi kwamaYuda, ekholisekile kuninzi lwabazalwana bakhe, ebanqwenelela okuhle abantu bakowabo, wathetha uxolo kuyo yonke imbewu yakhe.
Funda uEstere 10
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uEstere 10:3
4 Iintsuku
Ibali elinamandla kakhulu likaEstere, eliphononongwa kwesi sicwangciso sokufunda seentsuku ezi4, lixela into eza kwenzeka ekuyindlela uYesu ngokwakhe awathi wazenza idini ngayo ukuze asisindise.Noxa igama likaThixo lingakhankanywa kule ncwadi, ulawulo lwakhe lweziganeko alunakuphikiswa, kwaye ubunganga nokuzidela kukaEstere kubonisa uthando lukaThixo nomsebenzi wakhe wokuzisa ithemba ehlabathini.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo