Ukususela ngelo xesha akuzange kubonakale mprofeti unjengoMoses kwaSirayeli, ubemazi uYehova bekhangelene ebusweni; nemiqondiso yonke, nezimanga, awamthumayo uYehova ukuba azenze ezweni laseYiputa kuFaro, nakubakhonzi bakhe bonke, nakwilizwe lakhe lonke; nangaso sonke eso sandla sithe nkqi, nako konke ukoyika okukhulu awakwenzayo uMoses emehlweni oonyana bakaSirayeli bonke.
Funda iDuteronomi 34
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iDuteronomi 34:10-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo