Wongeza uAhitofele, wathi kuAbhisalom, Makhe ndinyule ishumi elinesibini lamawaka amadoda, ndime, ndibaleke kuDavide ngobu busuku; Ndiya kumhlasela atyhafile, nezandla zakhe zityhafile, ndimoyikise; basabe bonke abantu anabo; yaye ndiya kumoyisa ukumkani kuphela
Funda uSamuweli 2 17
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uSamuweli 2 17:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo