Balila, balila baza bazila ukutya kwada kwahlwa ngenxa kaSawule nangenxa kaYonatan unyana wakhe nangenxa yabantu bakaYehova nangenxa yendlu kaSirayeli; ngokuba bawa likrele.
Funda uSamuweli 2 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uSamuweli 2 1:12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo