IziKronike 2 30:9
IziKronike 2 30:9 CXB24
Kuba, ukuba nithe naguquka kuYehova, abazalwana benu nabantwana benu bofumana inceba phambi kwabo bathimbe, babuyele kweli lizwe; ngokuba unemfesane, unemfesane uYehova uThixo wenu, wonibuyisa, ukuba nibuyele kuye.

