U‐Zekariya 3:7
U‐Zekariya 3:7 XHO1902A
Utsho UYEHOVA wemikosi ukuti: Ukuba uya kuhamba ezindleleni zam, nokuba uya kugcina isigcinelo sam, uya kwandula ugwebe indlu yam, namabala am uwagcine; ndandiya kukunika abakokeli pakati kwaba abemiyo apa.