Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:38

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:38 XHO1902A

Ngokuba ndikoliwe ukuba kwa nokufa, nobomi, nengelosi, nabanegunya, nabanamandla, nezinto ezikoyo, nezinto eziza kubako