Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:16

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:16 XHO1902A

Yena UMOYA ngokwake uyanqi̔nelana nomoya wetu, okokuba silusapo LUKATIXO.