Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:1-4

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:1-4 XHO1902A

NGAKO kaloku akuko kugwetywa kwabo bakuye u‐Kristu Yesu, abati bangahambi ngokwenyama, koko bahambe ngo KWOMOYA. Ngokuba umteto WOMOYA wobomi kuye u‐Kristu Yesu undikululekisile kuwo umteto wesono nowokufa. Ngokuba oko umteto ubungenamandla ukukwenza, ekubeni ububutataka ngayo inyama, UTIXO etumile owake unyana ekufaneni kwenyama yesono, nangenxa yesono, wagweba isono enyameni; ukuze ummiso womteto uzalisekiswe kuti, tina siti singahambi ngokwenyama, koko sihambe ngo KWOMOYA.

Imifanekiso yeVesi ye Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:1-4

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:1-4 - NGAKO kaloku akuko kugwetywa kwabo bakuye u‐Kristu Yesu, abati bangahambi ngokwenyama, koko bahambe ngo KWOMOYA. Ngokuba umteto WOMOYA wobomi kuye u‐Kristu Yesu undikululekisile kuwo umteto wesono nowokufa. Ngokuba oko umteto ubungenamandla ukukwenza, ekubeni ububutataka ngayo inyama, UTIXO etumile owake unyana ekufaneni kwenyama yesono, nangenxa yesono, wagweba isono enyameni; ukuze ummiso womteto uzalisekiswe kuti, tina siti singahambi ngokwenyama, koko sihambe ngo KWOMOYA.Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:1-4 - NGAKO kaloku akuko kugwetywa kwabo bakuye u‐Kristu Yesu, abati bangahambi ngokwenyama, koko bahambe ngo KWOMOYA. Ngokuba umteto WOMOYA wobomi kuye u‐Kristu Yesu undikululekisile kuwo umteto wesono nowokufa. Ngokuba oko umteto ubungenamandla ukukwenza, ekubeni ububutataka ngayo inyama, UTIXO etumile owake unyana ekufaneni kwenyama yesono, nangenxa yesono, wagweba isono enyameni; ukuze ummiso womteto uzalisekiswe kuti, tina siti singahambi ngokwenyama, koko sihambe ngo KWOMOYA.Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:1-4 - NGAKO kaloku akuko kugwetywa kwabo bakuye u‐Kristu Yesu, abati bangahambi ngokwenyama, koko bahambe ngo KWOMOYA. Ngokuba umteto WOMOYA wobomi kuye u‐Kristu Yesu undikululekisile kuwo umteto wesono nowokufa. Ngokuba oko umteto ubungenamandla ukukwenza, ekubeni ububutataka ngayo inyama, UTIXO etumile owake unyana ekufaneni kwenyama yesono, nangenxa yesono, wagweba isono enyameni; ukuze ummiso womteto uzalisekiswe kuti, tina siti singahambi ngokwenyama, koko sihambe ngo KWOMOYA.