Bona ke, ndimi ngaselucangweni, ndiqongqota nokuqongqota: xeshekweni umntu evayo ilizwi lam, avule ucango, ndiya kungena kuye, ndidle naye, ati yena adle nam.
Funda Isityilo sika‐Johane 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Isityilo sika‐Johane 3:20
6 Iintsuku
Fumana imithethosiseko yokwenza ubomi bokuthandaza obunamandla nobusebenzisekayo. Umthandazo – ukuthetha noThixo wena ngenkqu – sisitshixo sokubona inguqu eyakhayo ebomini bethu nakukosingqongileyo.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo