Imibalo 7:89
Imibalo 7:89 XHO1902A
Wati akungena u‐Mosesi ententeni yentlangano ukuza kuteta NAYE, wandula weva ilizwi liteta kuye, lipezulu pezu kwesihlalo sofefe esisetyeyeni yesinqino, kwa pakati kwazo ikerubime zombini: waza wateta kuye.