Imibalo 14:11

Imibalo 14:11 XHO1902A

Waza wati UYEHOVA ku‐Mosesi: Kude kube ninina ababantu bondidela? nakude kube ninina bangakolwa ndim, ngenxa yayo yonke imiqondiso endiyenzileyo pakati kwabo?