U‐Mika 4:5
U‐Mika 4:5 XHO1902A
Nakuba zihamba izizwe zonke, ezinye ngezinye, ngegama lotixo wazo, sohamba tina ngegama LIKAYEHOVA, LOTIXO wetu, kude kube ngunapakade kanapakade.